Inkukhu ibalekile, iPirates mayichithe amanzi!
Kuzaw' vanwa amandla emanqindini ngempelaveki eDutywa!
USalome Ledwaba ngumfama ovelisa amaqanda eGa-Matlala, eLimpopo ozingca ngomsebenzi wakhe wokufuya iinkukhu zamaqanda.
Bathi abeDA abafuni nesenti eza kunyuswa ngayo irhafu.
Usopolitiki waseMelika umemelela ukuba uMzantsi Afrika ususwe kwiAGOA ngelithi eli lizwe "liyabacaphukela abantu abamhlophe" kwaye "lixhasa abanqolobi. "
UMongameli uCyril Ramaphosa uthi iAfriForum neSolidarity zisasaza ulwazi olungeyonyani ngoMzantsi Afrika kwaye zijongela phantsi ulawulo lwawo.
Iqhula uEbenhaezer Dibakwane liza kungcwatywa ngoLwesihlanu, umhla we14 kweyoKwindla 2025.
UNgongo nemibutho yegalufa baqhogene ngophuhliso eGqeberha
Ingozi yebhasi yaseGauteng isube imiphefumlo elishumi elinesithandathu.
Bavela ngoLwesine abarhanelwa abathandathu ngezityholo zokubulala nokuqhekeza KwaMaqoma, eBhofolo.
Kubuyile ukuzithemba kuNomeva obethe uBravo kutshanje
IiHawks zifunisa ngomama owagqumza uSARS.
Imibutho yezopolitiko yabelana ngezimvo zayo malunga noko ikulindeleyo kwintetho yohlahlo lwabiwo mali luka2025.
UMongameli waseUkraine uVolodymyr Zelensky uza kutyelela uMzantsi Afrika kwinyanga kaTshazimpuzi.
Izihlandlo zobomi ejele kwindoda yaseMount Fletcher.
UTinkler ufike nomncedisi wakhe kwiSikhukhune United
UMzantsi Afrika ubeke iliso lawo kwiCHAN
ABantwana boMzantsi Afrika banethemba lokuphindisa kwiNigeria