ISebe lezoLimo likhuphe imvume yokuqala yokugonya iinkukhu ukuthintela umkhuhlane weenkukhu.
UNosipho Vuthela ngumfama osemtsha waseMpuma Koloni owenza umsebenzi oncomekayo kwezolimo.
UAliko Dangote ufuna ukutyala imali kwimveliso yezichumisi ukuze iAfrika ingafumani zichumisi kwamanye amazwe.
Amafama oboya baseNgcobo aza kuxhamla kwiziko lokucheba iigusha esandula ukuvulwa eUpper Qebe.
UZuko Magadla ngumfama osemtsha ophum' izandla emsebenzini wakhe.
Ulutsha likamva lezolimo kwaye urhulumente uhlala ebakhuthaza ukuba bathathe inxaxheba kwicandelo lezolimo.
Iimpazamo ekufuneka uziphephe xa utyala iitumato.
Amafama abonise iimveliso zawo eBhisho Showgrounds anconywe ngeemveliso ezisemgangathweni.
Iimveliso zenkukhu eziphuma eBrazil ngoku zivumelekile ukungena eMzantsi Afrika emva kokuba bezingavumelekanga ngenxa yomkhuhlane wenkukhu obuhlasele ela lizwe. ...
Inkqubo yokugonya iinkukhu iqalile eMzantsi Afrika ukulwa umkhuhlane owaziwa ngokuhlasela iinkukhu.
Amafama asakhasayo aza kube ebonisa ngeemveliso zawo eBhisho.
UTumi Mokwene ngumfama owaqala ishishini lakhe lokufuya iinkukhu ngemali ebolekiweyo kwaye ngoku ungumfama ophumeleleyo.
ITopiya lelona lizwe liphambili ngokuvelisa iinkomo eAfrika.
Abafundi baseMelika baseMzantsi Afrika ukuza kufunda ngezolimo kwiziko elaziwa ngokujongana nophando lwezolimo.
Ivulwe ngokusesikweni indawo yokuchebela eCumakala, eMalahleni.
Ikwepile sisiqhamo esasityalwa kakhulu ngabantu ngamaxesha amandulo esinokulinywa ngabantu ngoku.
Ibhunga leARC licebisa amafama ngexesha elifanelekileyo lokutyala iitapile.
UWandile Sihlobo ukhankanya ukuba kutheni kubalulekile ukuba uMzantsi Afrika ube namaqhina entsebenziswano neMelika.
EzoLimo zinyuse iGDP yoMzantsi Afrika.