USaleng angadlalela elinye iqela kungekudala
Aqalile amalungiselelo etumente yehlabathi yeqakamba eMonti.
Amabhokobhoko abuyela eGqeberha emva kweminyaka.
UMhlongo ucela abantu bayokubukela imidlalo eQonce.
ABanyana Banyana bayiqale kakuhle iWafcon.
UKopo uchiphize iinyembezi ethetha ngoAppollis.
Amabhokobhoko amphoxile umqeqeshi wawo.
iSafa khange isihoye isigqibo senkundla.
Umqeqeshi omtsha uzimisele ukuphumelela njengoJose Riveiro.
Mkhize uyazichitha iintente eKapa emva kweminyaka esibhozo
Umnikazi weSiwelele FC ngunyana kaGayton McKenzie
UMoeneeb Josephs ubongoza umdlali osemtsha uRelebohile Mofokeng ukuba angayi kudlala kwaSirayeli, oku kusemva kokuba amaqela akwaSirayeli kuthiwa ayamfuna.
Ibuyela enkundleni kwakhona iSinenkani engqinitywe yiSafa
UJohn Maduka ngumqeqeshi omtsha weMagesi FC
Usuthu libhengeze amagama abadlali abatsha
Amabhokobhoko avula isizini ngomdlalo onzima ePitoli.
Amakhosi anabadlali abatsha kraca.
Kungenzeka kubekho iqela elitsha eBloemfontein.
AmaZulu ancede uSimo Dladla olahlwe liqela alincedileyo.
Imidlalo yeABC Motsepe League kazwelonke iqhubela phambili.