Uyakuvuyela ukudlalela iChiefs ekugqibeleni
Luqalile ubhaliso lamaqela afuna ukuthatha inxaxheba
Amakhosi anyukele kwindawo yesithathu
Bafuna impumelelo kwakhona aBanyana Banyana
Uyigalele amanzi yaphola eyokugxothwa kwakhe uCardoso
Ushiyeke enomsindo uMngqithi emva kokubethwa kwiGolden Arrows
Ubhodla idangatya umqeqeshi weChiefs
Umqeqeshi ucacisa okuchane iqela lakhe izolo
USibiya ufumene iwonga eqala ukudlalela iSundowns
Itshatshele kwakhona iSenegal elwe kwamdak' iisali
Ubhodle idangatya uMotsepe ebuzwa ngesigqibo seCAF
UPetersen uvuyela ukubuyela eKapa kwiNedbank Cup
Bafumene isikolo esitsha kraca eNgcobo
UDe Jong ugxeleshe iBetway kwiPirates
Libuyela encochoyini iqela laseMpuma Koloni kwiSA20
Uhambile obengumlawuli kwiChippa United.
Umdlali omtsha weSundowns uchaza okulindelekileyo kuye.
UDithejane uqala ubomi obutsha eMelika.
Unyuselwe uMolefe, yena wathotyiselwa uMakhubele
Amakhosi akamfuni umqeqeshi omtsha isizini iphakathi
UMoremi uyithembile iPirates efuna ezinye iindebe
URamaphosa uthi kunyanzelekile amalungu alwele ukuphumelela kweANC
UKwayiba ucela abalandeli ukuba baxhase iChippa United
iSundowns ibolekise ngaye uThapelo Maseko
USaleng uthathwe yiMamelodi Sundowns