Kudibana iPirates neDowns emdlalweni omkhulu ngomso
Ugoduke encumile uKhayalethu emva kokuwelwa ngumqa esandleni
uAlizwa Sotondoshe (12) ebelilungu leNkciyo wakuMaya eCofimvaba ubethwe lizulu wabhubha.
UNgamela Pakade uqhayisa ngozinzo kwicala lezimali eKSD Municipality
UConstable Msuthu wabulawa ngokungenalusini ngo2024 ebhaqwa eWestbank.
Akabafuni abantu abaphucayo umqeqeshi wePirates
Uyathethelelwa ogxothiweyo kuBig Brother
Kukhangelwa abantu ababulala ipolisa
Uza kuvela enkundleni orhanelwa ngokugqumza ititshalakazi
Abaphathi beJoyous baxatyaniswe yimali
Iinkokeli zeKSD Municipality ziqinisa ukhuseleko
Iphelile indlela yeMC Alger kwiChampions League
Iphumelele iSekhukhune yatsho yanyukela phezulu
Ifumene kwakhona iChippa United phambi kwabalandeli bayo
Iphelile indlela yeChiefs namhlanje kwiConfederation Cup
IPirates ivule umsantsa omkhulu phezulu
Iphumelele lula iSundowns emdlalweni obusePitoli
UMongameli uCyril Ramaphosa uthi ukuphathwa kakubi kwabemi bamazwe angaphandle ayizukunyamezelwa.
Abarhanelwa abane, kuquka nepolisa, babanjwe eGcuwa ngokwenza, ukusasaza nokuthengisa utywala bomgunyathi.