UNosipho Vuthela ngumfama osemtsha waseMpuma Koloni owenza umsebenzi oncomekayo kwezolimo.
UAliko Dangote ufuna ukutyala imali kwimveliso yezichumisi ukuze iAfrika ingafumani zichumisi kwamanye amazwe.
IiNkosazana zoMzantsi Afrika zizama ukulwa ubundlobongela obusekelwe kwisini kweli.
Umngcwabo wowayesakuba nguMongameli waseZambia uEdgar Lungu uye wanqunyanyiswa emva kokuba urhulumente waseZambia ebhenele enkundleni ukuba umiswe.
Urhulumente waseZambia akafuni ukuba lowo wayesakuba nguMongameli wabo uEdgar Lungu angcwatyelwe eMzantsi Afrika.
UZuko Magadla ngumfama osemtsha ophum' izandla emsebenzini wakhe.
USirayeli neIran ngoLwesibini bamkele isicwangciso sokuphelisa imfazwe esicetyiswe nguMongameli waseMelika uDonald Trump – nangona kukho iingxelo ezithi isivumelwano ...
Ulutsha likamva lezolimo kwaye urhulumente uhlala ebakhuthaza ukuba bathathe inxaxheba kwicandelo lezolimo.
ILand Bank ityale izigidi ngezigidi ukuphucula umsebenzi wamafama asakhasayo kwicandelo lezolimo.
Iimpazamo ekufuneka uziphephe xa utyala iitumato.
UGqirha Mgcini Tshwaku utyhole uFloyd Shivambu ngokuba yingxaki emva kwendibano yakhe noonondaba nalapho ethe waphawula kakubi ngeEFF.
Inqaku lezimvo malunga nomgangatho weenkokeli eMzantsi Afrika.
Iimveliso zenkukhu eziphuma eBrazil ngoku zivumelekile ukungena eMzantsi Afrika emva kokuba bezingavumelekanga ngenxa yomkhuhlane wenkukhu obuhlasele ela lizwe. ...
Inkqubo yokugonya iinkukhu iqalile eMzantsi Afrika ukulwa umkhuhlane owaziwa ngokuhlasela iinkukhu.
Zintlanu ezinye iinqwelomoya ezithwele amajoni oMzantsi Afrika ekulindeleke ukuba zifike kwezi ntsuku zizayo.
UTumi Mokwene ngumfama owaqala ishishini lakhe lokufuya iinkukhu ngemali ebolekiweyo kwaye ngoku ungumfama ophumeleleyo.
UMongameli uDonald Trump ulumkise i-Iran esemfazweni noSirayeli.
ITopiya lelona lizwe liphambili ngokuvelisa iinkomo eAfrika.
Abafundi baseMelika baseMzantsi Afrika ukuza kufunda ngezolimo kwiziko elaziwa ngokujongana nophando lwezolimo.
Inqaku lezimvo malunga nosopolitiki uFloyd Shivambu.
Ivulwe ngokusesikweni indawo yokuchebela eCumakala, eMalahleni.
Umbutho wesisa kaBlack Coffee ucela uluntu ukuba lunikele ngeenzame zokuxhasa amaxhoba ezikhukula eMpuma Koloni.
Ikwepile sisiqhamo esasityalwa kakhulu ngabantu ngamaxesha amandulo esinokulinywa ngabantu ngoku.
Ukungabikho kweedesika nezitulo kwizikolo ezibini zaseOrange Farm kuyayichaphazela inkqubo yokufunda.
UMavuso Msimang uthi urhulumente kufuneka abeke phambili ukudalwa kwemisebenzi.