INPA ifuna isigwebo sobomi kwisidlwengu saseMonti!

Zenande Maqubela|Published

INPA ithi iza kulwela ukuba uPhike afumane isigwebo sobomi entolongweni, emva kokufanyiswa enetyala lokudlwengula amaxhoba asibhozo.

Mamela 'Uhambo' lukaZitulele kwiEP yakhe entsha

Zenande Maqubela|Published

Uhambo ligama leEP entsha kaZitulele.

Uvela enkundleni odlwengule ixhegwazana (80), wakugqiba woyiswa bubuthongo!

Zenande Maqubela|Published

Umrhanelwa uye wayalela ixhoba ngesoyiksio sokuba lingakhali, ze walidlwengula, akugqiba webiwa bubuthongo.

IRhafu ivula inyanga yolutsha ngomnyhadala iVisionaries of Freedom Film

Zenande Maqubela|Published

IRhafu ivula inyanga yolutsha ngomnyhadala iVisionaries of Freedom Film nozakuqhuba ukusukela namhlanje nge5 ukuya ngoMgqibelo umhla we7.

Babanjiwe abayanyaniswa noqweqwediso lweloli elayisha inyama eGqeberha

Zenande Maqubela|Published

Babanjiwe abarhanelwa abayanyaniswa nokuqweqwedisa iloli elayisha inyama.

Uvela enkundleni obe igrangqa!

Zenande Maqubela|Published

Umrhanelwa oneminyaka engama29 utyholwa ngokuba igrangqa (whiskey), kwivenkile yotywala eMthatha.

Fumana ulwazi nolonwabo kumsitho weevidiyo zomculo eGqeberha!

Zenande Maqubela|Published

IGqeberha iza kubamba umsitho wokuqala ngqa obizwa ngokuba yiMandela Bay Municipality Music Video Film Festival.

Siyabuya kwakhona i'Slay Queen' seSkeem Saam!

Zenande Maqubela|Published

Uyabuya uLesego Marakalla odlala indawo kaRachel Kunutu kumdlalo kamabonakude iSkeem Saam.

Zifunyenwe iimveku ebezibiwe kwisibhedlele saseGqeberha!

Zenande Maqubela|Published

Kukhangelwa iintsana ezimbini ezinyamalele ewadini kwisibhedlele iDora Nginza eGqeberha.

Uvela enkundleni owasetyhini kwityala lokubhubha kwentwazana yakhe!

Zenande Maqubela|Published

Kubanjwe owasetyhini nosolwa ngokubandakanyeka kwityala lokubhubha komntwana wakhe oneminyaka emithathu ubudala.

Ungaphoswa lithuba lokuxhotyiswa kwi-AI

Zenande Maqubela|Published

Eastern Cape NPO Forum yandise ixesha kulutsha olunomnqweno wokufaka izicelo zokuba yinxalenye yokuzixhobisa kwisakhono seArtificial Intelligence (AI).

Kubhubhe iinkondekazi ezimbini ezidutyulwe zilele eDikeni!

Zenande Maqubela|Published

Kudutyulwe kwabulalwa iinkondekazi ezimbini nezizalwa kunye, nezineminyaka engama75 kunye nama85.

Ugwetyiwe ofake isicelo sobuqhophololo semali yesibonelelo sabakhubazekileyo!

Zenande Maqubela|Published

Igwetywe yiNkundla yaseMthatha indoda enamashumi amane anesibini (42) eminyaka, emva kokufunyaniswa inetyala lobuqhophololo.

Ipolisakazi kwisityholo sokubulala isinqandamathe salo!

Zenande Maqubela|Published

Livela enkundleni kaMantyi eDikeni ipolisakazi elidubule labulala isinqandamathe salo.

Kubanjwe abane ngokubulawa kwababini basetyhini eGqeberha

Zenande Maqubela|Published

Kubhubhe abasetyhini ababini eWalmer.

Ivela enkundleni indoda etyholwa ngokudlwengula isihlobo

Zenande Maqubela|Published

Kubanjwe umrhanelwa ngezityholo zokudlwengula, nokuzama ukudlwengula izihlobo zosapho lwakhe.

'Hamba Ungemi' noNomabotwe eGuild Theatre eMonti

Zenande Maqubela|Published

UNomabotwe kumsitho wotyelelo ngecwecwe lakhe elithi Hamba Ungemi

Kudutyulwe indoda kuR75, abarhanelwa basakhangelwa!

Zenande Maqubela|Published

Kudutyulwe indoda kuR75.

UJolakazi ukhuphe iEP yakhe yokuqala

Zenande Maqubela|Published

iEP kaJolakazi yokuqala entsha nethi "Lizophuma ilanga. "

Intombi kaLucy iyabuya kwiGenerations

Zenande Maqubela|Published

UThuli Phongolo ubuyela kwinkqubo kamabonakude iGenerations: The Legacy.

ISAB1 ikuphathela ibali elithi Amalanga Awafani

Zenande Maqubela|Published

ulutsha lwale mihla lunomdla omkhulu kumculo kaMaskandi, kwanempilo yamabhinca esele itsala umdla omkhulu kuluntu

Uvela enkundleni unyana kwityala lokubulala unina!

Zenande Maqubela|Published

Umrhanelwa uvela eNkundleni kaMantyi eHofmeyer, namhlanje, ngesityholo sokubulala

OwaseNgqamakhwe kumagqibela kankqoyi kaMr Heritage Teen SA 2025

Zenande Maqubela|Published

Inzalelwane yaseNgqamakhwe iphakathi kwamatyendyana aza kukhuphisana kumagqibela kankqoyi esithsaba sikaMr Heritage Teen SA 2025

Uhlengahlengiso koonomathotholo beSABC eMpuma Koloni

Zenande Maqubela|Published

UManejala weSABC eMpuma Koloni, uLoyiso Bala ubhengeze iinguqu kwiinkqubo zoMhlobo Wenene neTruFM.

OwakuGatyana uzakhela igama kwiifilim phesheya

Zenande Maqubela|Published

Inzalelwane yakuGatyana, eMpuma Koloni, uSakhe Jele uzenzela igama kwicandelo lemiboniso bhanyabhanya phesheya kolwandle.