IRhafu ivula inyanga yolutsha ngomnyhadala iVisionaries of Freedom Film nozakuqhuba ukusukela namhlanje nge5 ukuya ngoMgqibelo umhla we7.
Babanjiwe abarhanelwa abayanyaniswa nokuqweqwedisa iloli elayisha inyama.
Umrhanelwa oneminyaka engama29 utyholwa ngokuba igrangqa (whiskey), kwivenkile yotywala eMthatha.
IGqeberha iza kubamba umsitho wokuqala ngqa obizwa ngokuba yiMandela Bay Municipality Music Video Film Festival.
Uyabuya uLesego Marakalla odlala indawo kaRachel Kunutu kumdlalo kamabonakude iSkeem Saam.
Kukhangelwa iintsana ezimbini ezinyamalele ewadini kwisibhedlele iDora Nginza eGqeberha.
Kubanjwe owasetyhini nosolwa ngokubandakanyeka kwityala lokubhubha komntwana wakhe oneminyaka emithathu ubudala.
Eastern Cape NPO Forum yandise ixesha kulutsha olunomnqweno wokufaka izicelo zokuba yinxalenye yokuzixhobisa kwisakhono seArtificial Intelligence (AI).
Kudutyulwe kwabulalwa iinkondekazi ezimbini nezizalwa kunye, nezineminyaka engama75 kunye nama85.
Igwetywe yiNkundla yaseMthatha indoda enamashumi amane anesibini (42) eminyaka, emva kokufunyaniswa inetyala lobuqhophololo.
Livela enkundleni kaMantyi eDikeni ipolisakazi elidubule labulala isinqandamathe salo.
Kubhubhe abasetyhini ababini eWalmer.
Kubanjwe umrhanelwa ngezityholo zokudlwengula, nokuzama ukudlwengula izihlobo zosapho lwakhe.
UNomabotwe kumsitho wotyelelo ngecwecwe lakhe elithi Hamba Ungemi
Kudutyulwe indoda kuR75.
iEP kaJolakazi yokuqala entsha nethi "Lizophuma ilanga. "
UThuli Phongolo ubuyela kwinkqubo kamabonakude iGenerations: The Legacy.
ulutsha lwale mihla lunomdla omkhulu kumculo kaMaskandi, kwanempilo yamabhinca esele itsala umdla omkhulu kuluntu
Umrhanelwa uvela eNkundleni kaMantyi eHofmeyer, namhlanje, ngesityholo sokubulala
Inzalelwane yaseNgqamakhwe iphakathi kwamatyendyana aza kukhuphisana kumagqibela kankqoyi esithsaba sikaMr Heritage Teen SA 2025
UManejala weSABC eMpuma Koloni, uLoyiso Bala ubhengeze iinguqu kwiinkqubo zoMhlobo Wenene neTruFM.
Inzalelwane yakuGatyana, eMpuma Koloni, uSakhe Jele uzenzela igama kwicandelo lemiboniso bhanyabhanya phesheya kolwandle.
Kubanjwe indoda enamashumi amathandathu ananye eminyaka ubudala emva kokuba ifunyenwe nemipu emibini engekho mthethweni kunye neembumbulu kwilali yaseLuthubeni eLibode. ...
Bavela ngoLwesine abarhanelwa abathandathu ngezityholo zokubulala nokuqhekeza KwaMaqoma, eBhofolo.
USnerah ukhuphe icwecwe elitsha elithi Ukholo lwam.