Kubanjwe abarhanelwa abathathu abayanyaniswa nokugqumza uSASSA imali engaphaya kwamakhulu amabini ezigidi zeerandi.
Kubanjwe amadoda amabini emva kokubetha indoda esebenza kwisikhululo samafutha eWellington, eKapa.
Akafuni ukunikezela uJose Riveiro noxa ithe qelele iSundowns
Ziintsuku edukile uThulani Ngqongqo.
Indlela efanelekileyo yokondla amathole enkomo.
Ugwetywe iminyaka engama25 oodlwengule isithandwa sakhe.
Ushiyeke esisifu ngumsindo uNabi kokufonyoza kwabadlali beChiefs
Uye wangqukuva uJose Riveiro ebuzwa ngomba kaMonnapule Saleng
Ibhunga lophando lwezolimo laseMzantsi Afrika liza kubamba inkomfa eza kubanceda bakhangele iindlela amalungu eG20 anokusebenzisana ngayo ngokuphathelene nezolimo. ...
Kwintetho yohlahlo lwabiwo mali eyenziwe nguEnoch Godongwana, kudizwe ukuba abasebenzi bakarhulumente baza konyuselwa imirholo.
Ababhali bakwaBhaca, uZukisile Zindlovu no-Unam Khuzani, bomeleza abantu kwincwadi yabo entsha.
Uchwayitile uAnele Glen Mboyi ophakamise iQhorha.
UAnelisa Dumezweni uthi akakholelwa ukuba nguye nyhani ofunda iindaba kwiSABC.
Inkundla yaseMalawi iyalele uShepherd Bushiri noMary Bushiri ukuba babuyele eMzantsi Afrika apho baqhweshe khona.
UMphathiswa wezeMali uEnoch Godongwana wenze intetho yakhe yohlahlo lwabiwo mali ePalamente ngoLwesithathu ebilindelwe ngabaninzi.
Iivenkile eziphambili eAustralia zijamelene nengxaki yokunqongophala kwenyama yenkukhu kwakunye namaqanda ngenxa yesifo seenkukhu.
Inkukhu ibalekile, iPirates mayichithe amanzi!
Kuzaw' vanwa amandla emanqindini ngempelaveki eDutywa!
USalome Ledwaba ngumfama ovelisa amaqanda eGa-Matlala, eLimpopo ozingca ngomsebenzi wakhe wokufuya iinkukhu zamaqanda.