IZIMVO | Uyadelela uDonald Trump, kodwa likhona ithemba

Siyabulela Mqikela|Published

Inqaku lezimvo malunga nentlanganiso kaMongameli Cyril Ramaphosa kunye noMongameli uDonald Trump engundabamlonyeni.

Iphi iti yaseMagwa?

Siyabulela Mqikela|Published

Inqaku lezimvo malunga nokunqaba kweti yaseMagwa eMpuma Koloni.

UMBONGO | 'Umbungu engqondweni'

Lihle Sokapase|Published

Umbongo obhalwe nguLihle Sokapase.

Nkosi Ndabezintle Mhlontlo

Bongani Mankewu|Published

Inqaku elikhahlela iNkosi esandula kukhothama uNkosi Ndabezintle Mhlontlo wesizwe samaGcina.

IZIMVO | 'KuseAfrika apha, inoba ulibele'

Siyabulela Mqikela|Published

Inqaku lezimvo malunga nendlela izinto ezisekezelwe kwisiNtu ezijongelwa phantsi ngayo ngexesha lothweso zidanga kumaziko aphakamileyo aseMzantsi Afrika.

Abantu baseMonti bayinike imbeko eyifaneleyo iMamelodi Sundowns!

Pedro Mapelo|Published

Inikwe imbeko eyifaneleyo izolo iSundowns

Amanina aza kunikwa nini ithuba ngamaRoma?

Siyabulela Mqikela|Published

Izimvo: Ngaba abafazi banokuze banikwe ithuba lokungena kwisikhundla sikaPope kwicawa yamaRoma?

Emva kweminyaka eli-190, isifungo samaMfengu kufuneka sigxininise ukuthembeka kumgaqosiseko

Nkosikhulule Nyembezi|Published

Ezi zizicatshulwa zentetho eyanikelwa eNgqushwa ngomhla we9 kuCanzibe 2025 nguNkosikhulule Xhawulengweni Nyembezi yokuphawula isikhumbuzo seminyaka eli190 yesi sifungo ...

Nkosi sikelela uIbrahim Traoré

Siyabulela Mqikela|Published

Izimvo ngoMongameli waseBurkina Faso.

IZIMVO | Make kuphathe umntu omhlophe ngoku

Siyabulela Mqikela|Published

Lo mbhali uvakalisa izimvo zakhe ngelithi ufuna ukubona abantu abamhlophe benikwa ithuba lokulawula uMzantsi Afrika kweli xesha lentando yesininzi.

Masingangxami ngesiSwahili neMandarin kweli lizwe, iNkulumbuso yaseRhawutini mayisel’ amanzi ixole

Makhi Feni|Published

Umbhali wabelana ngezimvo zakhe malunga nezicwangciso zikaPanyaza Lesufi zokongeza isiSwahili nesiMandarin kwizikolo zikarhulumente zaseRhawutini.

Kuphethe uSathana eMzantsi Afrika

Siyabulela Mqikela|Published

Izinto ezenzekayo zibonisa ukuba nguSathana ophethe ilizwe loMzantsi Afrika

Igalelo leSolezwe lesiXhosa ebomini bam

Siyabulela Mqikela|Published

Igalelo lephephandaba I’solezwe lesiXhosa ebomini bam.

Uhleka ntoni umsasazi?

Siyabulela Mqikela|Published

Uhleka ntoni umsasazi?

Alihlazo amagosa alo Rhulumente

Siyabulela Mqikela|Published

Izimvo | Kulusizi ukuqaphela izinto ezililifa ezifana nalo loliwe zikwimeko embi kangaka ngexesha lokulawula korhulumente wesininzi.

INCWADI | Oxhel’eyakhe akabuzwa

Siyabulela Mqikela|Published

Eli liqhalo elidala kwaXhosa elithetha ukuba umntu akanqandwa xa esenza into yakhe ngeenjongo ezithile. Oku kudla ngokuthethwa kumntu onenkani ongavumi kumamela ...

IChina neNdiya zingawunceda uMzantsi Afrika ukulwa iHIV

Siyabulela Mqikela|Published

Kukho ingxolo nengxokolo eninzi malunga nesigqibo sokuba iMelika iphelise inkxaso yayo kweli nebisuka kumbutho ombaxa ...

Umsindo ozayo wokubuya kukaElon Musk

Opinion|Published

UMnumzana uSandile Swana ongumhlalutyi wezoPolitiko nolawulo ozimele geqe eMzantsi Afrika. Umfanekiso: UthunyelweSANDILE SWANAIlizwe loMzantsi Afrika liyazamazama ...

IZIMVO | Ngumbutho waseKZN iMK Party

Siyabulela Mqikela|Published

Iziganeko ezingqonge uNobhala Jikelele weMK Party, uFloyd Shivambu zibonisa ngaphandle kwamathandabuzo ukuba lo mbutho yinto yabantu baseKZN kuphela. Kuyacaca ukuba ...