Uyalelwe ukuba athi gu bucala uSodolophu waseChris Hani

Abongile Ginya|Published

USodolophu waseChris Hani District uLusanda Sizani unikwe umyalelo wokuba athi gu bucala.

Kukhangelwa ibanjwa eliqhawule ejele ngethuba ecoca amabanjwa

Abongile Ginya|Published

Kukhangelwa uThulani Gcaleka oqhweshe ejele eKZN.

Abazali baseNdevana bafuna iSebe lezeMfundo lize nesisombululo esiza banelise

Abongile Ginya|Published

Abazali bathi okubaxhalabisayo ngokuvalwa kwesikolo Indevana H. P. S. kukuba siza kumoshakala kwaye ibesisigqubu solwaphulomthetho.

Amadoda amabini agwetyelwe ukudlwengula inkwenkwe eGqeberha

Cwayita Nondula|Published

Kugwetywe amadoda amabini adlwengule inkwenkwe ena11 eGqeberha.

IYunivesithi yaseWalter Sisulu ivule isikolo sezonyango sasemaphandleni

Cwayita Nondula|Published

IYunivesithi yaseWalter Sisulu isungule isikolo sezonyango sasemaphandleni kwisibhedlele sesithili saseSt Elizabeth.

Kulindeleke uchatha kwimali ebhatalwa abasebenzi ngeyure kweyoKwindla

Cwayita Nondula|Published

Ukususela kwinyanga yoKwindla, umvuzo omiselweyo kuzwelonke uza kuba yiR30.23 ngeyure.

Limfiliba ikamva likaSteenhuisen phambi kolonyulo lenkokeli entsha kwiDA

Karabo Ngoepe|Published

UJohn Steenhuisen wazise ngokusesikweni ukuba uyarhoxa njengomgqatswa wesikhundla sokukhokela iDemocratic Alliance phambi kwenkomfa yolonyulo kwiinyanga ezizayo. ...

Babanjiwe ababini abafunyanwe negusha ebiweyo ixheliwe

Cwayita Nondula|Published

Ababini babanjwe neegusha ezine ezibiweyo, enye yazo ixheliwe.

Kubhubhe ababini, konzakala abane eMfuleni

Cwayita Nondula|Published

Abantu ababini baswelekile kwaye abane bonzakele kwisiganeko sokudubulana esenzeke eMfuleni, eKapa.

UMbhashe unike abalobi zixhobo kwiinzame zokuqinisa uqoqosho lasemakhaya

Abongile Ginya|Published

Abalobi baxhamle kwizixhobo zokuloba baseHobeni eXhorha ngokoncedo loMasipala woMbhashe.

Kuchithwe amatyotyombe abazimela kuwo abophul'umthetho eQuigney

Abongile Ginya|Published

Kuchithwe amatyotyombe eQuigney ahlala abo babandakanyeka kwizenzo zolwaphulomthetho.

'Sithi abamoshayo, masohlukane neethenda' - utsho uMabuyane

Pedro Mapelo|Published

UMabuyane ukhuthaza urhulumento olungenachaphaza.

Abasebenzi bezempilo (50) abatsha bamkelwe kwisibhedlele saseFrere

Cwayita Nondula|Published

ISebe lezeMpilo laseMpuma Koloni lamkele abasebenzi bezempilo abangamashumi amahlanu kwisibhedlele saseFrere eMonti.

Ujongene netyala lokuba ilipstick owaziwayo

Charles Khuzwayo|Published

Umdlali kamabonakude uNambitha Mpumlwana ujongene netyala lokuba.

Yinyanga yesithathu engabazi ubuthongo umama womntwana owadukayo

Abongile Ginya|Published

Usapho lucela ukukhangeliswa usana lwabo uAsiphumeze oneminyaka emine wasePolar Park eMasimini oduke kunyaka ophelileyo kweyeNkanga.

Amapolisa nabantu baseMotherwell baqinisa iphulo lokuthintela ulwaphulomthetho!

Cwayita Nondula|Published

Amapolisa aseMotherwell kutshanje adibene noluntu kwiinzame zokuqinisa ubudlelwane nokulwa nolwaphulomthetho.

Lubhaqwe lubhubhile usana oluduke iveki, kwabanjwa usisi walo!

Abongile Ginya|Published

Ubanjiwe umzala wenkwenkwe ononyaka oneenyanga ezintandathu izelwe emva kokubhaqwa kwayo emva kweentsuku ibhubhile.

Amapolisa akhangela oonqevu abakhuthuze abantu ethekweni ebelisePhilippi

Robin-Lee Francke|Published

Usapho lwalulungiselela ukubamba itheko ePhilippi eKapa ngethuba luhlaselwa ngoonqevu.

Ikomiti kaMasipala waseBitou iza kuphanda uKolwapi

Cwayita Nondula|Published

Ikomiti yangaphakathi kuMasipala waseBitou iza kuphanda ngesiganeko sokudubula esibandakanya uNokuzola Kolwapi.