Amathuba amahle kubadli beqonga aziswa yiSABC2

Nokubongwa Phenyane|Published

Kulindeleke ukuba iinkqubo ezimbini ezintsha kwisikhululo seSABC 2 zitsale abantu.

UTyla wenze imbali kwakhona kwiGrammys!

Cwayita Nondula|Published

Imvumi yaseMzantsi Afrika uTyla iphinde yenza imbali kwiimbasa zeGrammys.

Uzenzela igama kwiGqom uLeepearl waseNgcobo

Abongile Ginya|Published

UPhelokazi 'Leepearl' Mdashe waseNgcobo ubhiyozela impumelelo yakhe kumculo weGqom.

Umdyusho neemvumi ezisemgangathweni esitalatweni eQuigney

Abongile Ginya|Published

IQuigney Culture Festival 2026 iza kubanjwa nge27 nange28 kweyoMdumba 2026.

Akasekho emhlabeni uBravo Le Roux

Cwayita Nondula|Published

Akasekho emhlabeni uBravo Le Roux.

ULiyema Pantsi ngomnye wabantu abanikwe elinye ithuba kuBBMzansi

Cwayita Nondula|Published

UBig Brother Mzansi ubuyela kumabonakude ngempelaveki kwaye uLiema Pantsi ngomnye wabantu abanokuba yinxalenye yale sizini.

UThandiswa Mazwai ulungiselela umnyhadala emva kokutshayela kwiSAMA

Cwayita Nondula|Published

Imvumi uThandiswa Mazwai utshayele kwiSAMA kutshanje.

Yizokubona uBetusile noMr Vee Sholo besonwabisa kwiBuffalo City Beach Festival

Abongile Ginya|Published

Ulonwabo kumnyhadala wokuqala eMonti iBuffalo City Beach Festival.

UQhawekazi uza kwamkelwa njengeqhawe kwidolophu yakhe

Cwayita Nondula|Published

UQhawekazi Mazaleni uza kwamkelwa ngezandla ezishushu eDutywa.

Umsasazi weBay FM uvuyela ukubizwa kwegama lakhe kwiTelkom Radio Awards!

Abongile Ginya|Published

Umsasazi weBay FM eGqeberha, uThembelani " Jikijwa" Sikilishe, waseQwaninga uvuyela ukutyunjwa kwenqkubo yakhe kwiTelkom Radio Awards.

Obengumsasazi usebenzela uphuhliso notshintso kulutsha lwaseGcuwa

Abongile Ginya|Published

Kuza kubakho ukhuphiswano loonobuhle uMr & Miss Gcuwa, eGcuwa ngempelaveki.

UBrenda Ngxoli nguBrenda Fassie kuVulindlela

Cwayita Nondula|Published

UBrenda Ngxoli nguBrenda Fassie kwinkqubo kaSABC 1 ethi Vulindlela.

UThobeka Buswana ubuyela kunomathotholo

Abongile Ginya|Published

UThobeka Buswana ngumphathi wesikhululo esitsha iThe Voice Lounge.

Urhulumente wephondo ubhiyozela impumelelo kaQhawekazi noMelissa

Cwayita Nondula|Published

Amagqiyazana aphakamise igama leMpuma Koloni kutshanje, uQhawekazi Mazaleni noMelissa Nayimuli.

UMbali ubhengeze ukuqosheliswa kwetyala loqhawulo mtshato

Oluthando Keteyi|Published

Inkundla ithathe icala likaEnhle Mbali kwityala lakhe loqhawulo mtshato.

UPenny Ntuli uthethe ngevidiyo ebangele ukuba agxekwe

Nomathamsanqa Sithathu|Published

UPenny Ntuli ugxekwe emva kokupapasha ividiyo apho ebedanisa kuhola wendlela.

UNelisa Mchunu ubuyela kuZalo

Oluthando Keteyi|Published

UNelisa Mchunu ubuya njengoFikile kuZalo ukususela ngoLwesithathu, umhla wama24 kweyoMsintsi 2025.

Ayaphokoka amazwi ovelwano ngokusweleka kukaNandi Nyembe

Anita Nkonki|Published

Ilizwe lizilele ukubhubha kwegqala lomdlalo kamabonakude uNandi Nyembe.

UNgconde uhewula ishwangusha lokubhubha kwabakhwetha kwingoma

Cwayita Nondula|Published

UNgconde uthetha ngomba wokubhubha kwabakhwetha kwingoma yakhe entsha.