UManaka nenkqubo entsha kumabonakude

Nokubongwa Phenyane|Published

UManaka Ranaka uza kuqhuba inkqubo entsha kraca ethi Eyamadoda, nengokunceda amadoda alahla abantwana.