UMongameli uCyril Ramaphosa uyalele uPemmy Majodina, uVelenkosini Hlabisa namasekela abo ukuba bangayi kwiSONA eKapa ukuze bajongane nengxaki yamanzi kwiphondo laseGauteng. ...
UMongameli uCyril Ramaphosa uza kwenza intetho elindelwe ngamehlo abomvu.
Ulutsha luthi uMongameli uCyril Ramaphosa kufuneka athathele ingqalelo iimfuno zabo kwintetho yobume besizwe.