Kukhangelwa abantu ababulala ipolisa
Uza kuvela enkundleni orhanelwa ngokugqumza ititshalakazi
Abaphathi beJoyous baxatyaniswe yimali
Iinkokeli zeKSD Municipality ziqinisa ukhuseleko
Iphelile indlela yeMC Alger kwiChampions League
Iphumelele iSekhukhune yatsho yanyukela phezulu
Ifumene kwakhona iChippa United phambi kwabalandeli bayo
Iphelile indlela yeChiefs namhlanje kwiConfederation Cup
IPirates ivule umsantsa omkhulu phezulu
Iphumelele lula iSundowns emdlalweni obusePitoli
UMongameli uCyril Ramaphosa uthi ukuphathwa kakubi kwabemi bamazwe angaphandle ayizukunyamezelwa.
Abarhanelwa abane, kuquka nepolisa, babanjwe eGcuwa ngokwenza, ukusasaza nokuthengisa utywala bomgunyathi.
UVuyo Tyeni ugwetywe iminyaka elishumi elinesibhozo emva kokufunyanwa enetyala lokudlwengula inkwenkwana (8).
UMokwena udibana noCardoso etshatshalazeni ePitoli
Liseziseleni ilungu leMsintsini Forum kude kufuphi naseMdantsane elijongene netyala lokudlwengula nokubulala.
Ubomi bukaYigwana abusafani nakuqala
UJulius Malema utyhola uMongameli Cyril Ramaphosa ngokusebenzisa iSONA ukugaya ivoti zeqela lakhe lezopolitiko.
Umkhosi waseMzantsi Afrika uza kunceda amapolisa ekulweni nolwaphulomthetho.
Alicacanga ikamva likaKhanyisa Mayo okubolekiswe ngaye