" Sidiniwe - kodwa alikho ixesha lokuphumla ngoba sijongwe yiNedbank Cup" -utsho uBen Youssef!

Pedro Mapelo|Published

Igxeleshe iNedbank Cup ngoku iChiefs ebethe iZesco izolo

Inye ingxaki yomqeqeshi noxa iPirates ikwazile ukuphumelela

Pedro Mapelo|Published

uAbdeslam ufuna iPirates ebukhali phambi kweepali

Amakhosi ayiphindile iZesco United kwaphela ngayo

Pedro Mapelo|Published

Aphumelele kwakhona Amakhosi

UKwayiba ungcwabe iDurban City emdlalweni obuseBuffalo City Stadium namhlanje

Pedro Mapelo|Published

Izuze amanqaku amathathu emdlalweni wanamhlanje iChippa United

IMamelodi Sundowns iza kudlalela ukubetha iAl Hilal namhlanje ebusuku!

Pedro Mapelo|Published

Izingema impumelelo iMamelodi Sundowns edlala namhlanje

UKaze uveze okuhlupheze abadlali beChiefs ewise iMarumo Gallants kowayo!

Pedro Mapelo|Published

Amakhosi afumene amanqaku apheleleyo izolo

USibisi uthi imidlalo esesandleni ayithethi kuthi iBetway Premiership isesandleni

Pedro Mapelo|Published

Into yemidlalo esesandleni ayithethi kuSibisi

Iimbaleki eziphambili zamkelwe ngezandla ezishushu kwiHollywood AC

Pedro Mapelo|Published

UDijana noMothibi bamkelwe ngovuyo yiHoollywood AC

IMamelodi Sundowns ijikelwe ngumdlali wayo ongafuni ukuzibophelela

Pedro Mapelo|Published

UKutlwano akafuni ukuhlala kwiMamelodi Sundowns

Yenze imbali kwiqakamba kwakhona iSunrisers Eastern Cape!

Pedro Mapelo|Published

Ziintshatsheli kwakhona iqela laseMpuma Koloni

IChippa United ivula unyaka eMonti ngomdlalo onzima

Pedro Mapelo|Published

UVilakazi noBadela etshatshalazeni eMonti

UThembinkosi Lorch uza kudada emalini kwiqela lakhe elitsha

Pedro Mapelo|Published

ULorch uvalelise kwiqela abelidlalela

uAdeslam akanalo ixhala lePirates ebambene neSekhukhune United

Pedro Mapelo|Published

Ubathembile abadlali bakhe uAbdeslam

UKhalil Ben Youssef ubaqhwabele izandla abadlali beChiefs ephumelele eZambia

Pedro Mapelo|Published

UKhalil uzamkele ngovuyo iziphumo ezifunyenwe yiChiefs

AmaZulu abethe iTS Galaxy anyukela phezulu

Pedro Mapelo|Published

Anyukele kwindawo yesihlanu AmaZulu

Amakhosi abethe iZesco United emdlalweni weCAF Confederation Cup

Pedro Mapelo|Published

Abuyela ekhaya encumile Amakhosi

UVelebayi uzityande igila ngokudlalela kwakhe iKaizer Chiefs

Pedro Mapelo|Published

Uyakuvuyela ukudlalela iChiefs ekugqibeleni