Umfama waseMpumalanga uXoli Makhabane uthengisa iimveliso zakhe kwiivenkile ezinkulu.
Iimpawu zeSimmental ezingaqhelekanga ziyenza ukuba ibenomtsalane kumafama kuba yenza umsebenzi obanzi kwingeniso yasefama.
Ukusukela ngomhla wamashumi amabini anesithandathu kwinyanga yoMdumba, amafama aseMzantsi Afrika avumelekile ukuba angenise idriwa yawo kwiimalike zasePhilippines. ...
Ukunyuka kwenani labantu abatsha abathatha inxaxheba kwezolimo kunganceda ukukhulisa umyinge wengeniso eyenziwa zezolimo kwingeniso yelizwe jikelele.
UMphathiswa wezoLimo uJohn Steenhuisen uthi akukho mfama woMzantsi Afrika oya kuba ngumphambukeli eMelika emva kwesimemo sikaMongameli waseMelika uDonald Trump. ...