Lo mboniso utsala amafama aphuma kwihlabathi, abezoshishino kwakunye nezifundiswa zezolimo minyaka le
Ukulumla linqanaba elibaluleke kakhulu kwinkqubo yokukhulisa imveliso yasefama
UNonceba Kontsiwe kwindlu yowiso mithetho eBhisho
ILimousin yafika kweli loMzantsi Afrika ngonyaka ka-1964, emva kokuba iqela lamafama eenkomo kweli athi abonisa umdla kolu hlobo lwenkomo
Igalelo leTru Cape alithandabuzeki kwisixa-mali esigalelwa zezolimo kwingxowa mali kazwelonke kweli
UMzantsi Afrika lelinye lamazwe achatshazelwe kakhulu yirhafu ephezulu ephunyezwe nguDonald Trump ekufuneka bayihlawule xa iimveliso zabo zingena eMelika.
Lo Masipala wenze inkqubo yokuxhobisa amafama ngolwazi nezixhobo ebambisene neQombe Maize and Projects kwaWadi 8.
Inkampani iCase IH ivelise itrektara entsha eza kuba sisisombululo kwiingxaki ezininzi ezijongene namafama eMzantsi Afrika.
Umkhuhlane weentaka ubhaqwe kwigusha eNgilane.
Ilizwe laseChina livule iingcango zalo kumafama eAvokhado aseMzantsi Afrika.
Iindlela onokuzisebenzisa ukondla iinkomo zakho zobisi.
Kuthiwa umyinge wombona oza kuvunwa nguMzantsi Afrika kulo nyaka unyukile kakhulu.
Ilizwe laseNtshona Afrika iBenin likhokela ilizwekazi laseAfrika ngemveliso yomqhaphu.
Iivenkile zakwaShoprite nezakwaCheckers zivulela amafama asakhasayo iingcango ukuba athengise imveliso yawo ezivenkileni ngosuku olukhethekileyo lweMarket Day.
Amafama ombona aseFreyistata ajongene nokuqhambuka kweentethe, nto leyo echaphazela imveliso yabo.
Indlela elawulwa ngayo ifama yiyo eyenza ukuba isebenze kakuhle kwaye izalisekise iinjongo kunye neminqweno yelo shishini.
UKarabo Mulungwa ngumfama osemtsha othanda into ayenzayo.
UNthabiseng Shuping (34) uphumelele emagqabini kuthweso zidanga lwabafundi abagqibe izifundo zabo eTARDI.
Uhlobo lwenkomo olwaziwa njengeBoran kuthiwa lwaqala ukubonwa kwingingqi yeMpuma Afrika kumazwe aquka iKenya ne-Ethiopia.
UMasipala waseMbhashe uxhobise amafama asekuhlaleni ngediphu entsha nephuculiweyo.