UWandile Sihlobo ukhankanya ukuba kutheni kubalulekile ukuba uMzantsi Afrika ube namaqhina entsebenziswano neMelika.
EzoLimo zinyuse iGDP yoMzantsi Afrika.
Inqaku lezimvo elibhalwe nguSiyabulela Mqikela.
Nazi iingcebiso onokuthi uzilandele ukuze iinkomo zakho zityebe.
Iindlela zokuvuselela ingca emadlweni ngokusebenzisa umgquba.
Usuku lwehlabathi lobisi lusuku lwehlabathi olwasekwa nguMbutho woKutya kunye nezoLimo (FAO) weZizwe eziManyeneyo ukuqaphela ukubaluleka kobisi njengokutya kwehlabathi. ...
IRoyal Agricultural Show ibhengeze umphathi omtsha.
Iinzame zikarhulumente zokulwa isifo somlomo ziyaphumelela.
Indlela yokutyala itswele elibomvu.
Kulindeleke isivuno esihle seemveliso zeorenji kule sizini yokuvunwa kweemveliso zeorenji.
UJohn Tengo Jabavu (1859 - 1921).
Isifundiswa nombhali waseKenya uNgugi wa Thiong'o uswelekile.
Ingxelo yeStats SA ibonisa ukuba linyukile inani labafumana izibonelelo kurhulumente.
IiKumkani zeMpuma Koloni zidibene kwikomkhulu lamaMpondo eHewu, eSiphaqeni.
UBill Gates uza kutyala imali kwinkqubo yokugonywa kwemfuyo amazwe aseAfrika aza kuxhamla kuyo.
IKumkani yabaThembu uBuyelekhaya Dalindyebo uza kutyelela iKumkani yamaMpondo uKumkani uSilosohlanga kaDakhile.
Inqaku lezimvo malunga nentlanganiso kaMongameli Cyril Ramaphosa kunye noMongameli uDonald Trump engundabamlonyeni.
IJJ Farming lilinge lezolimo elikhokelwa lulutsha kwidolophu eBhaziya, eMthatha, eMpuma Koloni nelenza ezibukwayo kwezolimo.
Imbalela yaseBritane iyawuchaphazela umsebenzi wamafama.
UMphathiswa weSebe lezoLimo uJohn Steenhuisen ngomnye wabaphathiswa abapheleke uMongameli uCyril Ramaphosa ukuya kuncedisa kwiingxoxo phakathi koMzantsi Afrika neMelika ...
UPaul Mashatile useFrance ngeenjongo zokuqinisa ubudlelwane borhwebo phakathi koMzantsi Afrika neFrance.
Inqaku lezimvo malunga nokunqaba kweti yaseMagwa eMpuma Koloni.
UNkosi uMtirara uzigxekile iiNkosi ezisela utywala nanjengoko esithi imbi loo nto kubukhosi.
UTebello Tshabalala ngomnye wamafama amatsha anegalelo kwicandelo lezolimo kweli loMzantsi Afrika.