URamaphosa uceba intlanganiso noDonald Trump

Sinenhlanhla Masilela|Published

UMongameli uCyril Ramaphosa uceba intlanganiso noMongameli waseMelika uDonald Trump malunga neqela lamaBhulu abaziimbacu eMelika.

UMalema uyalelwe iVisa yokundwendwela eNgilane

Sinenhlanhla Masilela|Published

Inkokeli yeEFF uJulius Malema uthi akavunyelwanga ukuba andwendwele eLondon.

Izixhobo zemoto ezifunyenweyo zisenokuba zezemoto yamapolisa abhubhileyo

Sinenhlanhla Masilela|Published

Amapolisa afumene izixhobo zemoto kumlambo iHennops eCenturion, kwaye kukholeleka ukuba ezi zixhobo zezemoto iVW Polo ebikhwele amapolisa amathathu abhubhileyo. ...

Isibini saseMdantsane sibanjelwe ukuba iintambo zombane ezixabisa iR300 000

Sinenhlanhla Masilela|Published

Isibini saseMdantsane sibanjelwe ukuba iintambo zombane ezixabisa iR300 000. Umfanekiso: SAPSKubanjwe isibini emva kokuba sifunyenwe neentambo zombane ezibiweyo ...

Akayifunanga ibheyile omithise intwazana ena13

Sinenhlanhla Masilela|Published

Akayifunanga ibheyile omithise intwazana ena13. Indoda, 28, yaseLimpopo ebekwe ityala lokulala nomntwana ongaphantsi kweminyaka esemthethweni (statutory rape ngelasemzini) ...

Ufumana uncedo owasetyhini waseMzantsi Afrika obambeke eDubai ngenxa yengxaki yemali mboleko

Sinenhlanhla Masilela|Published

UBongile Ntombela, owasetyhini waseMzantsi Afrika (SA) ovaleleke eUnited Arab Emirates (UAE) ngenxa yemali mboleko ayithathileyo, ucela uncedo lokuhlawula le mboleko ...