Inkokeli yeEFF uJulius Malema uthi akavunyelwanga ukuba andwendwele eLondon.
Amapolisa afumene izixhobo zemoto kumlambo iHennops eCenturion, kwaye kukholeleka ukuba ezi zixhobo zezemoto iVW Polo ebikhwele amapolisa amathathu abhubhileyo. ...
Isibini saseMdantsane sibanjelwe ukuba iintambo zombane ezixabisa iR300 000. Umfanekiso: SAPSKubanjwe isibini emva kokuba sifunyenwe neentambo zombane ezibiweyo ...
Akayifunanga ibheyile omithise intwazana ena13. Indoda, 28, yaseLimpopo ebekwe ityala lokulala nomntwana ongaphantsi kweminyaka esemthethweni (statutory rape ngelasemzini) ...
UBongile Ntombela, owasetyhini waseMzantsi Afrika (SA) ovaleleke eUnited Arab Emirates (UAE) ngenxa yemali mboleko ayithathileyo, ucela uncedo lokuhlawula le mboleko ...