USekela Mongameli uPaul Mashatile wenze intetho ephambili kumsitho woSuku loLutsha, ebonakalisa inkqubela yoMzantsi Afrika ekuxhobiseni ulutsha ukususela ngonyaka ...
UJaji Ratha Mokgoatlheng ucele uxolo enkundleni ngokuziphatha kwakhe.
Kutshe usapho lwabasixhenxe emva kokuba ityotyombe labo eliseMarikana liye latsha. Abathandathu babhubhile waza omnye osindileyo wathunyelwa esibhedlele.
Amapolisa abukele abaqhankqalazi betshisa amatayara emva kokuba umbutho olawulayo waseMozambique, iFrelimo, usaphethe. UMFANEKISO: REUTERS/SIPHIWE SIBEKO. Bangaphezu ...
UNtombelanga Pretty Labane. Inkosikazi yaseMpumalanga, uNtombelanga Pretty Labane, uza kubuyela enkundleni kweyoKwindla kunyaka ozayo ukuza kuphendula izityholo ...
Ukubhaliswa kweziphaza kwandiswe ukuya kutsho kweyoMdumba 2025. Urhulumente uyandisile inkqubo yokubhaliswa kweziphaza nezinye iindawo ezithengisa ukutya ukuya kutsho ...
Indoda ibhubhe emva kokwabelana ngesondo nowasetyhini kwindlu yabathengisa ngemizimba. Amapolisa aseLimpopo avule idokethi yophando kulandela ukubhubha “ngequbuliso” ...
Intwazana eneminyaka esixhenxe ubudala yaseLimpopo kutyholwa ukuba yaxhatshazwa ngokwesondo ngumfundi kaGrade 7 esikolweni. Esi sehlo senzeke ngoMvulo, kwisikolo ...
Umama nonyana wakhe babanjwe kumatyotyombe aseMooiplaas eTshwane ngezityholo zokubetha intombi yakhe. UMFANEKISO: Bongani Mbatha/Independent MediaUmama oneminyaka ...
Inkwenkwana eneminyaka elishumi elinesithathu (13) ubudala eyenza uGrade 6 ibanjwe ngentseni yangoLwesihlanu emva kokuba idubule inqununu yayo kwisikolo samabanga ...
Umama uNombango Claudia Mogiba (52) okhululwe ngebheyile yeR5000. UMFANEKISO: HAWKSInkosikazi eneminyaka engamashumi amahlanu anesibini (52) ubudala, uNombango Claudia ...