Otyholwa kwityala lobuqhophololo kwaEskom ukhululwe ngebheyile yezigidi ezibini zeerandi

IOL Reporter|Published

UMichael Harry Lomas ukhululwe ngebheyile yezigidi ezibini zeerandi.

UMkhwanazi uphandwa ngabeIPID

IOL Reporter|Published

UMkomishinala wamaPolisa eKZN, uLieutenant General Nhlanhla Mkhwanazi, uphandwa ngabakwaIPID.

Usopolitiki waseMelika umemelela ukuba uMzantsi Afrika ugxothwe kwiAGOA

IOL Reporter|Published

Usopolitiki waseMelika umemelela ukuba uMzantsi Afrika ususwe kwiAGOA ngelithi eli lizwe "liyabacaphukela abantu abamhlophe" kwaye "lixhasa abanqolobi. "

IKhabhinethi ilwamkele uhlahlo lwabiwo mali oluhlaziyiweyo lukaGodongwana

IOL Reporter|Published

Ekugqibela imibutho ekwiGNU ibona ngasonye malunga nohlahlo lwabiwo mali lwalo nyaka uMphathiswa wezeziMali uEnoch Godongwana azakuthi alwethule ePalamente.

URamaphosa ugxeka iAfriForum

IOL Reporter|Published

UMongameli Cyril Ramaphosa uxgeka utyelelo lwamaqela amaBhulu eMelika. Umfanekiso: Itumeleng English/ Independent NewspapersUMongameli uCyril Ramaphosa ulugxekile ...

UZuma-Sambudla ujongene nenkqubo yoluleko yangaphakathi yeMKP

IOL Reporter|Published

UDuduzile Zuma-Sambudla weMK Party. Umkhonto weSizwe Party (MKP) ungqinile ukuba uqalise inkqubo yoluleko yangaphakathi ngakwiLungu lePalamente lombutho, uDuduzile ...

‘Ndiyayithanda le ndoda’, utsho uMcKenzie ngoTrump

IOL Reporter|Published

UMphathiswa wezeMidlalo uGayton McKenzie. Usopolitiki uGayton McKenzie wePatriotic Alliance (PA) uye waxhasa izimvo eziphikisanayo malunga noMongameli waseMelika ...

Intetho yohlahlo lwabiwo mali imiselwe eyoKwindla

IOL Reporter|Published

Imisiwe intetho yohlahlo lwabiwo mali kaMphathiswa wezeMali uEnoch Godongwana. Intetho yohlahlo lwabiwo mali ebilindelwe ka2025 imiselwe umhla we12 kweyoKwindla ...

Kufunwa ophumelele iLotto (R5m) odlale ngeR5

IOL Reporter|Published

Abantu ababini kutshanje baphumelele isabelo esingaphaya kwezigidi ezilishumi zeerandi umntu ngamnye. Inkampani yeLotto kuzwelonke, iNational Lottery Ithuba, ithi ...

iMKP igalela amanzi kumabango kaMbeki okuba uZuma wayeyimpimpi

IOL Reporter|Published

Owayesakuba ngooMongameli boMzantsi Afrika uJacob Zuma kunye noThabo Mbeki. Izityholo ezinzulu zowayesakuba nguMongameli weli loMzantsi Afrika uThabo Mbeki ngakuJacob ...

Imikhonto ikhombe uShivambu emva kwentetho kaHlophe yeSONA ‘engabhalwanga kakuhle’

IOL Reporter|Published

UNobhala Jikelele weMK Party uFloyd Shivambu utyholwa ngokuba ngungqondongqondo wentetho ‘engabhalwanga kakuhle’ efundwe yinkokheli eMK Party ePalamente ...

Imizimba yamajoni oMzantsi Afrika iza kufika ngoLwesine

IOL Reporter|Published

Imizimba yamajoni oMzantsi Afrika iza kufika ngoLwesine. Umkhosi woMzantsi Afrika (SANDF) ubhengeze ukuba ukunikezelwa kwemizimba yamajoni alishumi elinesine abulewe ...

Imibutho ephikisayo ithi urhulumente makangayivumeli iMelika ibaqabela entloko

IOL Reporter|Published

Inkokheli ye’EFF uJulius Malema. Imibutho ephikisayo, iEconomic Freedom Fighters (EFF) noMkhonto weSizwe Party (MK Party), ithi akukho qela lithile labantu libulawayo ...

Elon Musk: ‘UMalema kufuneka abhengezwe njengesikrelemnqa’

IOL Reporter|Published

Inkokeli ye’Economic Freedom Fighters (EFF) uJulius Malema uxelele isityebi saseMelika esazalelwa eMzantsi Afrika uElon Musk ukuba “aye esihogweni” emva kokuba ehlabe ...

SONA 2025 | Intetho kaCyril Ramaphosa: Amagqabantshintshi

IOL Reporter|Published

UMongameli uCyril Ramaphosa esenza intetho yobume besizwe kwiholo yesixeko saseKapa. Umfanekiso: Phando Jikelo/African News Agency (ANA)UMongameli uCyril Ramaphosa ...

Uvele enkundleni otyholwa ngokubulala umninawa ngetyhefu yeempuku

IOL Reporter|Published

Uvele enkundleni otyholwa ngokubulala umninawa ngetyhefu yeempuku. Inkwenkwe eneminyaka elishumi elinesibhozo (18) ubudala ivelile kwinkundla kamantyi yaseVereeniging ...

‘Ulwazi olungelulo’: UMzantsi Afrika uphendula uTrump noMusk

IOL Reporter|Published

UDonald Trump noElon Musk. Umfanekiso: Andrew Harnik/Getty ImagesUrhulumente woMzantsi Afrika uphendule ngokukhaba “ulwazi olungelulo” olwasasazwa nguMongameli waseMelika ...

‘Kuvakala ngathi umthandazo uphendulwe’ - itsho indoda ephumelele iR102 million

IOL Reporter|Published

Indoda iphumelele ikhulu elinesibini lezigidi zeerandi (R102 million) emva kokudlala iPowerball. Umfanekiso: IthubaOphumelele iPowerball ezizigidi ezilikhulu elinesibini ...

‘Andibuseli notywala,’ utsho uSodolophu otyholwa ngokunxila kumsitho weANC

IOL Reporter|Published

‘Andibuseli notywala,’ utsho uSodolophu otyholwa ngokunxila kumsitho weANC. USodolophu waseFreyistata otyholwa ngokunxila kwindibano yephondo yokubhiyozela iminyaka ...

UHolomisa usola ukucuthwa kwemali yeSANDF ngokusokola kwayo eDRC

IOL Reporter|Published

UHolomisa usola ukucuthwa kwemali yeSANDF ngokusokola kwayo eDRC. USekela Mphathiswa wesebe lezomkhosi uNjengele Bantu Holomisa usola urhulumente ngokucutha imali ...