Kugwetywe amadoda amabini adlwengule inkwenkwe ena11 eGqeberha.
Kulindeleke ukuba iinkqubo ezimbini ezintsha kwisikhululo seSABC 2 zitsale abantu.
UVabaza-Booi uyekile ukuphatha amanqindi ephondeni
Ikhululiswe ijezi kwangoko iChiefs kwiNedbak Cup
IYunivesithi yaseWalter Sisulu isungule isikolo sezonyango sasemaphandleni kwisibhedlele sesithili saseSt Elizabeth.
UNwabali ude wahamba kwiChippa United
Ukususela kwinyanga yoKwindla, umvuzo omiselweyo kuzwelonke uza kuba yiR30.23 ngeyure.
UJohn Steenhuisen wazise ngokusesikweni ukuba uyarhoxa njengomgqatswa wesikhundla sokukhokela iDemocratic Alliance phambi kwenkomfa yolonyulo kwiinyanga ezizayo. ...
Abantu ababini baswelekile kwaye abane bonzakele kwisiganeko sokudubulana esenzeke eMfuleni, eKapa.
Abalobi baxhamle kwizixhobo zokuloba baseHobeni eXhorha ngokoncedo loMasipala woMbhashe.
Ababini babanjwe neegusha ezine ezibiweyo, enye yazo ixheliwe.
Kuchithwe amatyotyombe eQuigney ahlala abo babandakanyeka kwizenzo zolwaphulomthetho.
UMabuyane ukhuthaza urhulumento olungenachaphaza.
uAbdeslam uthi uMofokeng lithamsanqa kwiPirates
Iza kudibana neembila zithutha iChippa United ngoLwesihlanu
Usendleni ehambayo uJohn Maduka
Umdlali kamabonakude uNambitha Mpumlwana ujongene netyala lokuba.
UShabalala udibanise ikhulu lemidlalo kwiKaizer Chiefs
UChawane ubaqhwabela izandla oogxa bakhe