Inkqubo kamabonakude iLinempoxo Ke Isiko.
Image: YouTube
Usayikhumbula inkqubo kamabonakude ethi iLinempoxo Ke Isiko?
Le yinkqubo kamabonakude yesiXhosa eyayidlala ngeminyaka yoo1980 nemalunga nesibini esithandanayo uXola noFikile. Oku kwenzeka nangona abazali bakaXola benqwenela ukuba atshate nenye indoda abamkhethele yona.
UXola akayithandi le ndoda enguVuyo kodwa usapho lwakhe lufuna batshate ngenjongo yokuzuza imali.
Bukela isiqendu sale nkqubo kamabonakude ithandwayo kuYouTube. Sixelele into oyithandayo ngale nkqubo kumakhasi ethi onxibelelwano.