Liza kuxoxwa kunyaka ozayo ityala likatitshalakazi ongenamatriki oberhola ngapha kwesigidi