UKenny Kunene ufanise uJulius Malema nenja ekhonkotha nje ingalumi phakathi kweentetho zikaDonald Trump ngeG20 eza kubanjelwa eMzantsi Afrika ngasekupheleni konyaka. ...
USibusiso Lawrence ufake ividiyo yakhe evuma ukuba ubulele intombi yakhe kumakhasi onxibelelwano. Indoda egama linguSibusiso Lawrence kuFacebook, evume ukuba ibulele ...
Abantu ababezenza amapolisa benxibe iimpahla zamapolisa kuthiwa baphanga iifowuni nemoto usapho lwaseMason’s Mill eMgungundlovu KwaZulu-Natal, bagqogqa nefriji yalo, ...
Impahla okanye ilifa elishiywe ngumntu osisityebi linokubangela imilo phakathi kwamalungu eentsapho ukuba bekungekho myolelo ochaza ngokucacileyo ukuba ngubani ofumana ...