Ubume bezoqoqosho obukhoyo bufuna iindlela ezintsha zokwenza izinto

Vukile Sonandzi|Published

Umthengi eqwalasela amaxabiso. Ukuba ngaba imali ibisenza umhlaba ujikeleze, hayi ke loo nto ithetha ukuba ubomi ngebume ngxi ixesha elingangeminyaka emibini, ngenxa ...

Umnatha weNtlebendwane

Vukile Sonandzi|Published

Akukabimpondo zankomo kwaye ke nalo ilanga lisarhuqa iinyawo ukuvula amehlo ze lilozele likhanyisele ubutsha bemini. Kodwa kunjalo nje sele kukho abantu abasele ...

UMahala ubuye nokutya kwengqiqo nengqondo

Vukile Sonandzi|Published

Inzalelwane yaseMakhanda, engumbhali wamabali nemidlalo yeqonga, ekwasisifundiswa, uGqirha Siphiwo Mahala, ubuyela ekhaya ezokuthula enye incwadi yakhe entsha ngobomi ...

Amalungiselelo okusasazwa kwesitofu

Vukile Sonandzi|Published

Ezinye zeenkokheli zaseMpuma Koloni zithi ukunqunyanyiswa kokusasazwa kwezitofu zeAstraZeneca “kulithamsanqa elikhu kwiphondo”. Njengoko bekulindeleke ukuba esi ...

Nyak’ omhle kuni esikolweni!

Vukile Sonandzi|Published

UUNYAKA ophelileyo usibonise iintlantsi ngokuphazamisa inkqubo yokufunda ezikolweni njengoko ubhubhane wekhorona ubudlikidla phantse zonke iinkalo zobomi. Kubekho ...

Isithwakumbe seentsapho zaseZingqolweni

Vukile Sonandzi|Published

INkulubaphathiswa uOscar Mabuyane ngethuba endwendwele iintsapho zabantu abane ababulawa kwilali yaseZingqolweni eCacadu. Umfanekiso : BHEKI RADEBE

Ukhuseleko emanzini

Vukile Sonandzi|Published

Umfundi waseBen Sinuka Primary School eNew Brighton, ebonisa iindlela zokunceda otshone emanzini. UPercy Mthombeni efundisa ukhuseleko eSoweto. Ngaphezu kwezigidi ...