Kubanjwe inkosikazi yaseGqeberha ebizama ukubulala umntwana wayo ngekhoba lebhotile

Tauriq Hassen|Published

Inkosikazi yaseGqeberha ebizama ukubulala umntwana wayo ngekhoba lebhotile ibanjiwe.

Asipheli isingqala kumama owanikwa umntwana ongengowakhe sisibhedlele saseSajonisi!

Tauriq Hassen|Published

Umama onosana olwatshintshwa ngamanesi ngempazamo ufuna ubulungisa.

Ivuse umnyele kubafundi baseWSU eyokukhululwa kojongene netyala lokubulala umfundi!

Tauriq Hassen|Published

Akonwabanga abafundi baseWSU emva kokuba umsebenzi wale yunivesithi owabulala umfundi ekhululwe ngebheyile yeR10 000.

Lucela isandla usapho olutshiselwe umama wabhubha kwasindiswa usana!

Tauriq Hassen|Published

Usapho lwaseLusikisiki lukamama owatshiswa wabhubha nendlu lucela uncedo ukuze kubuyiselwe isidima sekhaya.

Ayizukuphazamiseka imivuzo yabasebenzi boMasipala iKumkani Mhlontlo abasebenzela ekhaya emva komlilo!

Tauriq Hassen|Published

UMasipala iKumkani Mhlontlo uqinisekise ukuba abasebenzi balo Masipala nabasebenzela emakhaya baza kufumana imirholo yabo epheleleyo ngaphandle kwengxaki.

Bakhululwe abathathu, kwashiyeka omnye kwabajongene netyala lokugqumza umzi wabangcwabi

Tauriq Hassen|Published

Bakhululwe abarhanelwa abathathu kwashiyeka umrhanelwa omnye eziseleni nozakuvela kwiveki ezayo eMthatha, nabajongene netyala lobuqhophololo kwanokwehlisa imali ...

Ibhaqwe esitalatweni iyodwa eMdantsane inkwenkwana ibixhwilwe kowayo!

Tauriq Hassen|Published

Inkwenkwana eneminyaka esixhenxe ubudala eyayixhwiliwe ifunyenwe.

Maninzi amathuba engqesho adalwa ziisaluni nangona zisajongelwa phantsi

Tauriq Hassen|Published

Abanini beesaluni kunye nabasebenzi baxhotyiswe ngolwazi kwisemina yakutsha nje yeAfrica Eastern Cape Hair and Beauty Business Seminar eMonti.

Williams: 'Bazali nincede nise abantwana kwiingcibi ezisemthethweni hayi onomgogwana'

Tauriq Hassen|Published

Abazali bayabongozwa ukuba baqinisekise ukuba bathumela abantwana babo kwiingcibi ezisemthethweni.

Ubomi kodlwengule udade wabo de wamkhulelisa

Tauriq Hassen|Published

Indoda, 42, igwetywe ubomi ngokudlwengula udade wabo, 13, ongelogazi (foster sister).

Izenzo zokubululana ngokobuhlanga zishiye abathathu bebulewe eMpuma Koloni

Tauriq Hassen|Published

Abathathu babhubhile konzakala abalishumi ngeCawe kwilokishi yaseValencia eAddo, eMpuma Koloni emva komlo wobuhlanga. Kuthiwa umlo uqale emva kokuba kubulewe ummi ...

Kubanjwe ababini abavingcele isibini befuna imali kaRAF

Tauriq Hassen|Published

Kubanjwe ababini abavingcele isibini befuna imali kaRAF eMthatha.

Awuzukutshabalala umnombo wengcibi ebinesandla esihle emakhwenkweni!

Tauriq Hassen|Published

Unyana wengcibi engasekhoyo nebinesandla esihle emakhwenkweni uqinisekise ukuba awuzukutshabalala umnombo wale ngcibi.

Libanjiwe ixhego elina80 ngokuba ihashi!

Tauriq Hassen|Published

Ixhego liza kuvela enkundleni ngetyala lokuba ihashe.

NPA: 'Utshutshiso ngakwababulala umcuphi waseZwelitsha kufuneka lube qatha'

Tauriq Hassen|Published

Baza kugwetywa kwinyanga yeThupha yiNkundla ePhakamileyo eBhisho abathathu abajongene netyala lokubulala ngokungenalusini uW/O Phumlani Dastile eZone 4 eZwelitsha ...

Kubongozwa abafuyi bayokufanisa imfuyo yabo eyadukayo kuQumbu nakuTsolo!

Tauriq Hassen|Published

Amapolisa abongoza abantu abalahlekelwe yimfuyo ukuba bayoyifanisa kuQumbu nakuTsolo.

Kudutyulwe abahlanu kwabhubha abathathu kumzi omnye eNgcobo besazilile!

Tauriq Hassen|Published

Kudutyulwe abantu abahlanu, abathathu babhubha eNgcobo ngorhatya lwangoLwesine eMnagweni kuDalasile.

Izihlandlo (8) zobomi kowadlwengula usomashishini owaziwayo!

Tauriq Hassen|Published

UMoses Gqesha (45) waseGqeberha ugwetywe ngoLwesine yiNkundla ePhakamileyo yaseGqeberha izihlandlo ezisibhozo zobomi ngezenzo zokudlwengula, ukuphanga, nokubetha. ...

Kuhlangulwe obexhwiliwe KwaBhaca ze kwabanjwa umrhanelwa!

Tauriq Hassen|Published

Umrhanelwa waKwaBhaca ojongene netyhala lokuxhwila kulindeleke ukuba avele enkundleni kungekudala.

Abefundisi: 'Kuyothusa ukubona uninzi ingamanina kwibandla likaOmotoso!'

Tauriq Hassen|Published

Abantu bemibutho eyohlukeneyo ababambe umngcelele ngaphandle kwenkundla kamantyi eMonti bahlaba ikhwelo lokuba uTimothy Omotoso emke eMzantsi Afrika.

Ligwetyiwe iPolisa laseQumrha eladlwengula ummangali eyokumangala!

Tauriq Hassen|Published

USajini Thembalethu Gqeku (50) ugwetywe ngoLwesihlanu, eQumrha iminyaka engama20 ngokudlwengula intwazana eyayiyokumangala.

Kubhubhe ababini, omnye usesibhedlele, ababini babalekile kungquzulwano lwamaPolisa noonqevu eDutywa!

Tauriq Hassen|Published

Amapolisa akhangela abarhanelwa ababaleke emva kwesiganeko sokudubulana namapolisa eDutywa apho kubhubhe ababini, omnye wasiwa esibhedlele.

NPA: 'Ukubulawa kukaSombulula kungenxa yamatyala anobuzaza ebewaqhuba'

Tauriq Hassen|Published

Umtshutshisi omtsha ongasekhoyo uElona Sombulala kuthiwa ubulewe ngenxa yamatyala ebewaphethe.

Kufuniswa ngabahlanu abaphange amalungu ecawe eGqeberha!

Tauriq Hassen|Published

Amapolisa akhangela abarhanelwa abahlanu abaphange ibandla eGqeberha.