IMK Party inqumamise amalungu amathathu eNdlu yoWiso-mthetho yaseKZN

Staff Reporter|Published

IMK Party inqumamise amalungu amathathu eNdlu yoWiso-mthetho yaseKZN. Umfanekiso: Timothy Bernard / Independent Newspapers. Hope NtanziUmbutho uMkhonto weSizwe Party ...

UKairo Forbes ugxekelwe intengiso ka-Ackermans noKhumo

Staff Reporter|Published

Intengiso ka-Ackermans enoKairo noKhumo engundabamlonyeni. Ronewa Jessica MashambaUKairo Forbes, intombi kaDJ Zinhle kunye nomrepha ongasekhoyo uAKA, ngundabamlonyeni ...

UFloyd Shivambu uxelele abalandeli beMK Party ukuba waqala iEFF eyedwa

Staff Reporter|Published

UFloyd Shivambu ubanga ngelithi waqala iEFF eyedwa. Umfanekiso: MK PartyIngxabano phakathi kukaFloyd Shivambu noJulius Malema kulindeleke ukuba iqatsele emva kokuba ...

Imbi imeko yemvumi etyiswe ityhefu!

Staff Reporter|Published

Nokubongwa PhenyaneImvumi uRethabile Khumalo. Imvumi yoMzantsi Africa uWinnie Khumalo upapashe ukuba mbi kwemeko yentombi yakhe ekwayimvumi kweli uRethabile, nesesibhedlele ...

Zisingise phesheya iBulls, ngelixa iStormers zonwabele imidlalo yazo yeURC ekhaya

Staff Reporter|Published

UMBHALI WETHUIqela lombhoxo iBulls, liza kuqala imidlalo yalo yeUnited Rugby Championship (URC) phesheya kulandela ukuhlaba kwalo ikhefu iiveki. Emva kwekhefu leeveki ...

Yifilimu: Ingxwabangxwaba ngengcwaba likaZoleka Mandela emngcwabeni wakhe

Staff Reporter|Published

Inkonzo yomngcwabo ibibanjelwe kwinkonzo yamaWisile eBryanston yongasekhoyo uZoleka Mandela obhubhe kwiveki ephelileyo. UMFANEKISO: Timothy Bernard / African News ...

Zingaphuculwa njani iilwimi zesiNtu kwi-intanethi

Staff Reporter|Published

Ngokubhalwa nguWesley DiphokoKungekudala sizakukwazi ukubuza ikhompyutha imibuzo sifumane iimpendulo ezanelisayo. Xa iphendula isenokubhala okanye isebenzise ilizwi ...

Isikhokelo sikaGrade 12: Iingcebiso ezisebenzayo kubafundi kunye nabazali

Staff Reporter|Published

Ngokubhalwa nguGqirha Linda MeyerUxinezeleko luyanda kumakhaya kulo lonke eli loMzantsi Afrika nanjengoko abafundi bakaGrade 12 beqalisa isigaba sokugqibela esibalulekileyo ...

‘IsiNgesi masishiywe emsebenzini’

Staff Reporter|Published

Ngokubhalwa nguGqirha Nokuzola MndendeKubalulekile ukuba kweli xesha sikulo lenkululeko singabantu abantsundu sizingce kwaye sithande ukuluphuhlisa ulwimi lwethu ...

IKrismesi ifike phambi kwexesha kumanina angoosomashishini eCala!

Staff Reporter|Published

Zikhona BhabhaNjengenxalenye yemibhiyozo yokuvalwa kwenyanga yamanina, oosomashishini abasakhulayo kwiiWadi ezahlukeneyo kumasipala wasekuhlaleni iSakhisizwe bancediswe ...

IVEKI YOKHUSELEKO LWABANTWANA: Lumkela izidlwengu ebantwaneni!

Staff Reporter|Published

Abazali nabagcinizintsana kufuneka baqinisekise ...

Uhlalutyo: Zona Iinzingo Zobomi Zindomelezile

Staff Reporter|Published

Tholakele HohwanaUTholakele Hohwana, 20, yimbongi eligorha kuba akazibandezi xa efuna ukubhala ngobomi bakhe. Inkoliso yemibongo efumaneka kulo mqulu ijolise ngqo ...

Ukwanda kweeselula ezintolongweni

Staff Reporter|Published

Ukwanda kokuthutyeleziswa kweeselula ngaphakathi kwiintolongo zoMzantsi Afrika kuyaqhubeka. Iintolongo zoMzantsi Afrika zibe ziindawo zolwaphulomthetho, kwaye ziyanda ...

Unogada waseNMU uthweswe isidanga sesibini

Staff Reporter|Published

UNtombovuyo Happy Ntshangase (38) ngosuku lwakhe lothwesozidanga. UMFANEKISO: NMUImincili njengonogada obhinqileyo weYunivesithi yaseNelson Mandela (NMU) uthweswe ...

Ubanjiwe orhanelwa ngokwenza ibango lobuxoki kwiRAF

Staff Reporter|Published

Ubanjiwe owasetyhini oneminyaka engamashumi amathathu anesihlanu (35) obetyholwa ngokuba ebezama ukuqhatha iNgxowamali yeeNgozi zeNdlela (RAF) ukuze afumane i2,3 ...

Kuphandwa ukuziphatha kakubi kootitshala ngokwesondo

Staff Reporter|Published

Isebe lezemfundo eMpuma Koloni linqumamise ootitshala ngokuziphatha kakubi ngokwesondoIsebe lezemfundo eMpuma Koloni linqumamise emsebenzini ootishala abathathu ...

Babanjiwe abanyanzelise umtshato kokhubazeke ngengqondo

Staff Reporter|Published

Abantu abathathu abasele bekhulile bavalelwe ngenxa yokutshatisa ngenkani intwazana eneminyaka elishumi elinesithathu (13) ekhubazeke ngengqondo. INkundla ePhakamileyo ...

Ulele ebaliwe ona50 ngokudlwengula ona21

Staff Reporter|Published

IGWETYWE iminyaka engama20 iqamele ngenqindi emjiva indoda enama50 eminyaka ubudala ...

Izidumbu zompu ezilishumi

Staff Reporter|Published

Abantu abalishumi babulewe ngokungenalusini kubusuku bayizolo kwisithili seOR Tambo. Kwisiganeko sokuqala, malunga nentsimbi yesibhozo ngokuhlwa, abarhanelwa abangaziwayo ...

Omnye umrhanelwa ekuxhwilweni kwexhego eMbizana

Staff Reporter|Published

Omnye umrhanelwa owaxhwila ixhego elineminyaka engamashumi asixhenxe anesibini (72) eMbizana uvele kwinkundla kamantyi yaseMbizana. Omnye umrhanelwa onamashumi amathathu ...

Ugqobhoze kushishino olugcwele amadoda

Staff Reporter|Published

UQueen Majola uqhuba ishishini legaraji eCala. Ambalwa kakhulu amanina athi azibandakanye kurhwebo ngeoli namafutha eenqwelo eMzantsi Afrika, kodwa yena uQueen Majola ...

Amapolisa alumkisa abaneemoto zodidi oluphezulu

Staff Reporter|Published

Linyukile izinga lokuxhwilwa kweemoto eGqeberha kwaye amapolisa alumkisa uluntu ukuba lulumke. UMFANEKISO: GCINA NDWALANEAmapolisa aseGqeberha alumkisa abanini beemoto ...

Ubethwe wabulawa ngenxa yekhadi likaSASSA

Staff Reporter|Published

Babanjiwe abantu abahlanu abatyholwa ngokubulala indoda ngezityholo zokuba ikhadi lakwaSassa kudade wabo. Abarhanelwa - abangamadoda amathathu nabasetyhini ababini ...

ISebe licela uncedo emva kokubhubha kwabakhwetha abahlanu

Staff Reporter|Published

Abakhwetha abahlanu esele bebhubhile kweli xesha lolwaluko lasehlotyeni ukuza kuthi ga ngoku. Isebe leNtsebenziswano kuRhulumento neMicimbi yeMveli eMpuma Koloni ...

ULobese utyunjwe njengeNgqonyela yoMkhosi waManzi

Staff Reporter|Published

UMonde Lobese nowakwakhe uNoxhanti behamba kwikhaphethi ebomvu. Igqala lomzabalazo laseGqeberha uMonde Lobese uchongwe ...