Ingeniso yephondo inciphile, inkcitho iphezulu

Sithandiwe Velaphi|Published

AMANANI wabantu abangaphangeliyo eMpuma Koloni ayonyuka logama urhulumente wephondo enenkcitho eninzi, eyenziwa nzima nangakumbi yimivuzo yabasebenzi bakarhulumente, ...

Usapho lukaPasile: ‘Besakwamkela nasiphi na isigwebo’

Sithandiwe Velaphi|Published

USAPHO lukaAlutha Pasile luthi iseyintlungu nakubo into eyathi yenziwa ngunyana wabo kusapho lakwaMtebeni, lwatsho lusithi lucela ukuba abantu baqonde ukuba abazange ...

‘Uxolweni ngokuvumela uSathana andisebenzise’

Sithandiwe Velaphi|Published

IQABANE likaNosicelo Mtebeni, uAluta Pasile, lixelele inkundla ephakamileyo eMonti kule veki ukuba liyaxolisa “ngokuvumela uSathana” alisebenzise ekubulaleni futhi ...

ANC: ‘UScara usweleka igambutsi zisezinyaweni’

Sithandiwe Velaphi|Published

ISIKHOKELO seANC eMpuma Koloni simchaze njengomntu obenesakhono sokudibanisa imihlambi eyalanayo uSodolophu woMasipala weSithili iSarah Baartman, uMzimkhulu Scara ...

UMogoeng uthi wasithandazela saphila isibini esasineHIV/Aids

Sithandiwe Velaphi|Published

OBESAKUBA yiNtloko yeJaji kwiNkundla yoMgaqosiseko, uMogoeng Mogoeng, ubalise ngomthandazo awawenza kwisibini esasineHÍV/Aids, esithi wabathandazela baphila kule ...

Lathitha: ‘Ndinikela kuThixo ngoku’

Sithandiwe Velaphi|Published

EBEYITHANDA icawe yaseZiyoni, exabise iincwadi zakhe futhi engengomntu oyithandayo ingxolo okanye ukuhambahamba esitalatweni. Uncumo lwakhe belubonakala kakhulu ...

Pakati: ‘Inga singangabajikeli abantu baseBCM’

Sithandiwe Velaphi|Published

USODOLOPHU waseBuffalo City, uXola Pakati, uthi abantu abonyule iinkokheli zabo zezopolitiko hayi ngokuba bezithanda, koko ngenxa yokuba bafuna ziphucule ubomi babo. ...

Mogoeng: ‘Ndingazigqatsela ubuMongameli, xa uThixo esitsho’

Sithandiwe Velaphi|Published

OBESAKUBA yiNtloko yeJaji kwiNkundla yoMgaqo Siseko, uMogoeng Mogoeng, uthi akanayo iminqweno yokuba nguMongameli welizwe loMzantsi Afrika, ngaphandle kokuba uThixo ...

‘Benze idini lobuqhophololo ngam’

Sithandiwe Velaphi|Published

INKOSIKAZI yaseCumakala, uNontando Mbalane, utyhola ngelithi kwenziwe idini lobuqhophololo ngaye ngabasemagunyeni eMgwali High emva kwembambano ekhokelele kuqhankqalazo ...

Dalindyebo: ‘Isiqhamo seenyembezi zam’

Sithandiwe Velaphi|Published

IKUMKANI yabaThembu, uBuyelekhaya Zwelibanzi Dalindyebo, uthi isipho somnyobo weMercedes Benz awuphiwe yiEFF yimpendulo kwiinyembezi zakhe. Ethetha eMthatha kumsitho ...

Bakhahlela kuMthombo, iqhawe loqoqosho lwaselokishini

Sithandiwe Velaphi|Published

NOXA nje ebeqhuba ushishino, ibiyinto ehlala isemdleni kuye into yokuphuhlisa abantu bendawo ashishina kuyo. Oku uMthombo Nkula (54), obhubhe kwiveki ephelileyo ...

Livulwe iinyanga ezimbini isiko lolwaluko

Sithandiwe Velaphi|Published

URHULUMENTE ekunye neenkosi zaseMpuma Koloni uvule isithuba seenyanga ezimbini, ukusukela ngoLwesihlanu, zokuqhutywa kwesiko lolwaluko, nalapho imigidi ithe yabekanti ...

Imfundo namava Sodolophu!

Sithandiwe Velaphi|Published

UMONGAMELI weANC, uCyril Ramaphosa, uthi iziphumo zonyulo loomasipala zibafundise ukuba kufuneka bebhinqe omfutshane kuba abantu bakholelwa ukuba iANC “ebhetyebhetye ...

PAC: ‘Sithi iintshatsheli zengxoxo yomhlaba’

Sithandiwe Velaphi|Published

UMBUTHO oziteketisa njengamaAfrika Poqo, iPan Africanist Congress of Azania, uthi akukho mbutho unokuwuqethula esihlalweni sengxoxo malunga nomhlaba wabantu baseAfrika. ...

AbeWSU kwinyathelo lokuyila ichiza lokugonyela iCovid-19

Sithandiwe Velaphi|Published

IWalter Sisulu University (WSU) ikholelwa ukuba uxanduva eluthwalisiweyo lokuyila ichiza lokugonyela iCovid-19, lakudlala indima evisayo ekuqaqambiseni eli zikomfundo ...

Kutshabe abantwana abathathu emva kokutya iiNoodles

Sithandiwe Velaphi|Published

AMAPOLISA aseMotherwell eGqeberha aphanda ukubhubha kwabantwana abathathu ekurhaneleka ukuba babhubhe emva kokutya iiNoodles. Isithethi samapolisa uColonel Priscilla ...

IEC: ‘Olu nyulo alukhange lubelula’

Sithandiwe Velaphi|Published

IKOMISHINI yezoloNyulo eZimeleyo (IEC) eMpuma Koloni ithi unyulo loomasipala obelubanjwe kule veki “alukhange lubelula” ngenxa yemingeni kwiivoti ezikhethekileyo ...

UNongayindoda ongenandoda, ongenamntwana

Sithandiwe Velaphi|Published

EKUKHULENI kwakhe uNongayindoda, babemteketisa ngelikanonkwenkwana, bemqhitsa namathole bekwamntlonta nangeentonga. Wasisigculelo uNongayindoda kuba akendanga, akanamntwana ...

Kuyucwe abavoti bephondo kuTwitter

Sithandiwe Velaphi|Published

ITHE nje yakubonakalisa ukunkqenkqeza phambili iANC ngokweevoti eMpuma Koloni, lavulwa itshatshalaza kuTwitter kwayucwa, konyeliswa bambi beqhula ngabavoti beli ...

Mabuyane: ‘Siyabulela kuni bephondo’

Sithandiwe Velaphi|Published

INKULUBAPHATHISWA yaseMpuma Koloni, uOscar Mabuyane, wenze umbulelo kubantu bephondo ngokuphuma bayovota, nangona nje bengakhange baphume ngobuninzi babo. Umbutho ...

AbeANC baphulukene nolawulo lwesininzi koomasipala ababini eMpuma Koloni

Sithandiwe Velaphi|Published

KOOMASIPALA ababini baseMpuma Koloni ebifudula ibalawula, iKoukamma neDr Beyers Naude, iANC iphulukene nolawulo lwesininzi kwaba masipala. Ukubalwa kweevoti kwaba ...

‘Yinkokheli enjani le ongasoze uyibone ifunda nephepha?’

Sithandiwe Velaphi|Published

UMAKHWEKHWETHA kuluncwadi lwesiXhosa, uNjingalwazi Ncedile Saule, umemelele kwabantsundu ukuba benze ingxolo ngolwimi lwabo lwenkobe ukuze kuphile futhi kuphuhle ...

‘Yikaka le nkululeko’

Sithandiwe Velaphi|Published

MHLA uChumani Maxwele elanda ilindle ukuze ayolinyhibheka kumfanekiso oqingqiweyo kaCecil John Rhodes kwiYunivesithi yaseKapa (UCT) akazange asokole, kuba wavele ...

Ukuguqula isiMpondo usise esiXhoseni, uguqule isiXhosa usise kwisiNgesi

Sithandiwe Velaphi|Published

UMPHATHISWA weSebe lezeMidlalo, uLonwabo, ubuGcisa neNkcubeko eMpuma Koloni, uFezeka Nkomonye, ukhuthaze ababhali beli phondo ukuba baxabise ukusebenzisa ulwimi ...

Umhlalutyi: ‘Idemokhrasi ifana nebhayisekile’

Sithandiwe Velaphi|Published

UMHLALUTYI wezopolitiko uNjingalwazi Somadoda Fikeni uthi kukugqibelela kwentabathonxaxheba yoluntu okunokuqinisekisa ukuba idemokhrasi yeli isebenza ngokufanelekileyo. ...