UShadrack Sibiya, uSekela Mkomishinala kaZwelonke onqunyanyisiweyo, unika ubungqina kwiKomiti yePalamente yethutyana.
Abantu abalishumi elinesithathu abaquka uMongameli Cyril Ramaphosa banokubizwa ukuba baye kunika ubungqina phambi kwekomiti yethutyana yasePalamente ephanda izityholo ...
UMkomishinala wamaPolisa kuzwelonke uFannie Masemola uxelele iKomishoni kaMadlanga ukuba uMphathiswa wamaPolisa uSenzo Mchunu uye waphazamisana nomsebenzi wakhe. ...
UMkomishinala wamaPolisa eKZN, uLieutenant General Nhlanhla Mkhwanazi, enike ubungqina ngezenzo zolwaphulomthetho nokungenelela kwezopolitiko kumsebenzi wamapolisa. ...
UMongameli uCyril Ramaphosa uthi ooceba beANC kufuneka bafunde kwiDA indlela yokukhokela oomasipala.
UMkomishinala wamaPolisa uFannie Masemola unqumamise uSekela wakhe uShadrack Sibiya ngenxa yezityholo zokungenelela kwiqela eliphanda iziganeko zokubulala eziyanyaniswa ...
UFloyd Shivambu uphinde wayigxeka esidlangalaleni iEFF.
UMongameli uCyril Ramaphosa uphendule imibuzo yamalungu ePalamente ePalamente eKapa ngoLwesibini.
UFikile Mbalula uyikhusele iANC esithi ilwa ubuqhophololo.
Kulindeleke ukuba iBOSA, GOOD, kunye neRise Mzansi zidityaniswe zibe ngumbutho omnye phambi konyulo loorhulumente basemakhaya ngo2026.
Urhulumente woMzantsi Afrika uzikhabile ngokungagungqiyo izityholo eziqulathwe kwiNgxelo yamaLungelo oLuntu yaseMelika ka2024.
UNjingalwazi uFiroz Cachalia ufungiswe njengoMphathiswa wamaPolisa.
INkundla yoMgaqo-siseko imamele ityala leMK Party elichasene nezigqibo zikaMongameli uCyril Ramaphosa zokubeka uMphathiswa wamaPolisa uMchunu kwikhefu elikhethekileyo ...
UMphathiswa weMithombo yeziMbiwa uGwede Mantashe ubongoze oogxa bakhe ukuba baphume ekuthetheni kwaye imali yabo yimivuzo yabo kuphela.
UMphathiswa uJohn Steenhuisen umemelela uMongameli uCyril Ramaphosa ukuba athathe amanyathelo ngakuMchunu njengoko wenzayo kuAndrew Whitfield weDA.
Owayesakuba nguNobhala Jikelele wombutho weMK Party, uFloyd Shivambu, ubhengeze ukuqala kwenkqubo yokuqala umbutho omtsha wezopolitiko kulandela izityholo zokuzama ...
UMzwanele Manyi uthi akawushiyi umbutho iMK Party.
Owasetyhini waseMzantsi Afrika ubulawe eMelika ngumyeni wakhe.
UJacob Zuma ulugxekile utyelelo lukaMongameli uCyril Ramaphosa eMelika.
Inkokeli yeEFF uJulius Malema uyigalele amanzi indibano phakathi kukaMongameli uCyril Ramaphosa noMongameli uDonald Trump.
UMongameli uDonald Trump uceba ukuseka amaziko eembacu ePitoli ukwenzela amaBhulu afuna ukufudukela eMelika.
UMongameli uCyril Ramaphosa esenza intetho ephambili kumsitho wokuzalwa kwalo mbutho weminyaka eli113 kumabala emidlalo eMandela Park eKhayelitsha. Umfanekiso: Ayanda ...
Kunyaka ka2025, iEFF iye yathembisa ukuba iza kuzithethelela iinkxalabo zabantu ePalamente nangaphandle. Umbutho we’Economic Freedom Fighters (EFF) uthe urhulumente ...
UNobuntu Mkhize. Umbutho iPatriotic Alliance (PA) uthi uza kufaka isikhalazo ngokusesikweni kwiKomishoni yamaLungelo oLuntu yoMzantsi Afrika (SAHRC) ngokuchasene ...
UMthetho omtsha woMbane uza kuqala ukusebenza kwinyanga ezayo. UMongameli uCyril Ramaphosa utyikitye uMthetho-sihlomelo wokuLawulwa koMbane ukuba ube ngumthetho, ...