Bangaphezu kwe1400 abantwana abazalwe ngoSuku loNyaka oMtsha eMzantsi Afrika. Isebe lezempilo kuzwelonke lithe ngabantwana abayi1448 abathe bazalwa eMzantsi Afrika ...
Inkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika ilumkise ngobushushu obugqithisileyo kunye neemvula eziphazamisayo kwiindawo ezithile zoMzantsi Afrika kwezi ntsuku zizayo. Inkonzo ...
AbakwaSassa babhengeze imihla yokuhlawulwa kwenkamnkam kweyoMqungu. IArhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yoMzantsi Afrika (Sassa) idize imihla abantu abaza kufumana ...