UFundile Gade uthi amakhasi onxibelelwano anefuthe elibi ngendlela yokubhalwa kwesiXhosa.
UMphathiswa weSebe leMfundo eMpuma Koloni, uFundile Gade, uthi bayazamkela iziphumo zematriki zika2025.
Kubhubhe umrhanelwa wamnye kungquzulwano namaPolisa kusasa ngoLwesine eMthatha.
Siza kuvela enkundleni ngoLwesine wale veki isibini sabarhanelwa esibanjelwe ukuba nemipu ngokungekho mthethweni eMthatha.
Uvela enkundleni utata (62) obethe wabulala unyana wakhe wamxhoba eNgojini eNgqeleleni.
Bakhululwe kwaye baza kubuyela ngomhla wamashumi amabini anesihlanu (25) kwinyanga ezayo uLuxolo Sodawe, Mfezeko Sodawe kwakunye noLutho Pamali.
Uza kuvela enkundleni ngoLwesibini odubule wabulala iPolisa laseMatatiele.
Bakhululwe ababini abankula unogada waseBuhlanti.
Kubanjwe umrhanelwa wesithathu kwityala lokubulala umtshutshisi waseGqeberha obhinqileyo.
ULuxolo Ndaba (42) waseNtabankulu ubulewe ngabafana ababini belizwe laseLesotho eNgcobo ngomhla wesixhenxe.
Uza kuvela kwakhona kwinyanga yoMdumba 2026 umama obanjelwe ubuqhophololo.
Kubanjwe intombazana (23) Kwadwesi malunga nokubulawa kukaNolwandle Hlahlatyi.
UNdalo Ngxola (3) ufunyenwe ebhubhile ngakumlabo omkhulu iMzimvubu River kude nakowabo ePhungulelweni eNtabankulu.
Kubhubhe umama kwakunye nabantwana bakhe ababini kwangoko kwingozi yemoto kuN6.
Iwe phantsi imizi kwaWdi 1 eZigodlo ngenxa yesitshingitshane sangoLwesibini wale veki.
Bafumanekile abakhwetha ababini baseNgcobo.
IiHawks zaseMpuma Koloni ziqhube iphulo lokugqogqa kwishishini lohenyuzo eZingonyameni Lodge eQuigney, eMonti.
Kufunyenwe iigusha eziyi44 eGxulu, eLibode, kumfana ona24 nobanjiweyo ngamaPolisa.
Aseziseleni amadoda amane (4) elindele ukuvela kwiinkundla ezahlukeneyo.
Indoda yaseMthatha igwetywe ubomi ngokufunyanwa idlwengule inkosikazi ephila nenkubazeko.
Ulonwabo kumnyhadala wokuqala eMonti iBuffalo City Beach Festival.
Inikezelwe nguyise wayo emapoliseni inkwenkwe (14) edubule yabulala enye (11).
Baza kubuyela kwiveki ezayo ngoLwesine kwakhona ababini bamazwe anagaphandle ababulale iPolisa laseNgcobo.
Abane bavele enkundleni ngokubulala ilungu leEFF uAmnikiwe 'Nikki' Damane waseNcerha.
Abathathu babanjiwe malunga nokubulawa kwepolisa laseNgcobo ngokungenalusini.