Urhulumente wephondo ubhiyozele usuku lweNkululeko kumabala emidlalo eBhisho. Njengoko uMzantsi Afrika ubhiyozela iminyaka engamashumi amathathu yenkululeko, sibuze abantu ukuba inkululeko ithetha ntoni kubo.
Bukela ividiyo: